2024 Lenten Reflections – Xhosa

Ixesha leNzila lisinika ithuba lokuthandaza nokuguquka. Ikwalithuba lokuzilungiselela ngokwasemoyeni ngelixesha lonyulo. Amaqela ezoPolitiko kunye nabantu jikelele anendlela eyodwa yokulungiselela unyulo. Nathi njengamakholwa ngokwethu kufanele sizilungiselele ngokwasemoyeni.

Simema amaKatolike nabo bonke abantliziyo zilungileyo ukuba bazimisele ukuthandaza, ukuzila nokuguquka ngelixesha leNzila ukuze ilizwe lethu liphiliswe.

Facebooktwitteryoutube

Facebooktwitterlinkedinmail

Leave a Reply